Linqaku

R25.00 Inc.VAT

Joyina uBongani nabahlobo bakhe njengoko bakhaba, bephephaphephana yaye bezama ukufaka amanqaku ngebhola yabo entsha eluthulini, Ngubani oza kuphumelela lo mdlalo? Ingaba bethu ngabadlali okanye ke ziintshakavu ezizama ukubanqanda bangadlali?

 

“Njengoko ikhuthaza yaye inik’ umdla, le ncwadi ebhalwe ngobuciko nenemifanekiso emihle isikhumbuza ngemicili noyolo lokuba nabahlobo nemidlalo. Njengoko icetywe ngokwemo yoMzantsi Afrika, le ncwadi sisipho sabobonke abo bathanda umdlalo webhola ekhatywayo nazo zonke iintsapho ehlabathini jikelele.”

-ngu-Archibishop Desmond Tutu

In stock

SKU: 9781920271268 Category: Tag: Product ID: 327600
Weight 100 g
Author

Mina Javaherbin

ISBN

9781920271268

Publisher

Pan MacMillan

Book Type

Paperback

Reviews

There are no reviews yet.

Be the first to review “Linqaku”

Your email address will not be published.